UTHANDO LWAM – JOYOUS 2 LYRICS By Vuyo & Jabu Hlongwane

Xeshelide ngidukile
Kumnyama osizini
Zinyembezi inhlupheko
Uthando lwami luphelile
Nceda bawo, nceda Nkosi
Zinyembezi zeminyaka
Umphefumlo ulambele
Inhliziyo ikomele
CHORUS
Uthando lwami lukwanele
Inceba yam zithathele
Sondela kumi ndingu Thixo
Wenyaniso (X2)
Nceda Nkosi, nceda
Umphefumlo ukomele
Inhliziyo ilamble
Kanye nomphefumlo womile baba
Xeshelide ngidukile
Ubumnyama osizini
Zinyembezi nezinhlupheko
Uthando lwami luphelile
CHORUS
sondela sondela, ndinguThixo wenyaniso

Lyrics found using:

  • uthando lwami lyrics
  • uthando lwam lyrics
  • Uthando lwam
  • uthando lwami
  • uthando lwami kuwe lyrics
  • vuyo mokoena uthando lwami
  • uthando lwami lyrics vuyo mokoena

NgLyrics Editor

NgLyrics Editor is the chief among the editorial team of New-age Gospel Lyrics. Our team is made up of dedicated believers around the world whose sole interest is promoting the gospel via songs, worship, messages and praise. You can join our team of contributors by sending us a contact request