NDICELA – JOYOUS 11 LYRICS By Nobathembu Mabeka

Ndicela ntony’ endifuna yona
Mna ndihlale kuwe
Ndicela ntony’ endifuna yona
Mna ndihlale kuwe



Hayibo ndicela lent’ inye mna
Ndifuna lentinye mna
Yesu ndihlale kuwe.
(Ndicela ntonye endufunayo mna
Ndihlale kuwe)

Ingxaki yam andinaw’ amandla
Yesu mna ndicela kuwe
(Andinawo amandla Yesu mna
Ndicela kuwe)
Hayibo amandla awekho bo
Amandla awekho bo mna ndicela kuwe
(Andinawo amandla Yesu mna
Ndicela kuwe)

Hayi Ndicela kuwe
(Ndicela kuwe)
Hayi Ndicela kuwe
(Ndicela kuwe)
O Ndicela kuwe
O Ndicela kuwe

Andinaw’ amandla
Andinaw’ amandla
Endleleni ndiyoyiswa
Oh hamba nam
Hamba nam
Hamba nam
Ndicela kuwe

(Chorus)

Lyrics found using:

  • joyous celebration 11 ndicela ntonye
  • Joyous celebration ndihlale kuwe
  • lyrics for ndicela ntonye by nobethembu
  • Nobathembu joyous 11
  • www lyric of ndicela ntonye by nobathembu
  • www ndicela ntonye nobathembu mabeka

Link to This Page

Did you find this lyrics helpful? You can easily share this lyrics with others by copying the code below and adding it to your favorite web page.


Tweet with this Shortlink:

Sign Up in Seconds

Join us to get latest Lyrics delivered to your inbox. No Spam, We Promise!


About NgLyrics Editor

NgLyrics Editor is the chief among the editorial team of New-age Gospel Lyrics.

Our team is made up of dedicated believers around the world whose sole interest is promoting the gospel via songs, worship, messages and praise.

You can join our team of contributors by sending us a contact request

Leave a Reply